Inombolo Yokubanga
Sebenzisa le fomu ngokwemiyalelo engasemva.. NO.
Inombolo yetyala ...
Uhlobo lwengozi ...
Umhla Wengozi ...
Igama likagqirha okugqithisileyo ...
Igama lomqashi ...Idilesi Epheleleyo ...Ifani yomsebenzi...Amagama... N.I.nombolo/Col.nombolo ...Idilesi yokuhlala ...
Uphawu
Umhla ...
Iakhawunti yakho ayifumaneki. Nceda uthumele ikopi ubhale inombolo yokubanga. Iikopi zengxelo yokuqala neyokugqibela kagqirha neengxelo zogesi nazo ziyafuneka.
Isicelo sobango somsebenzi asiphumelelanga kwi ngxowa yembuyekezo ngoko i akhawunti yakho ayisayi kubhatalwa..
IMIGAQO
Ifomu eyahlukileyo mayigcwaliswe kabili netyala elo ngokwetyala ngalinye elingakhange libhatalwe kwinyanga ezimbili ezidlulileyo okanye ngaphezulu.
Lefomu kumele isetyenziswe ngogqirha, gqirha bamazinyo, zibhedlele, nendawo zokugcima abantu abagulayo njalo, njalo., ikhadi lokubona ugqirha kwi ngxowa yembuyekezo.
ogqirha okanye izibhedlela ezithe zanyanga umsebenzi ngenxa yomsebenzi kalokufune phezu kwetyala labo bongeze lefomu kunye ngisaba sesibi sengxelo nomqeshi kwakunye ne kopi yencwadi yokuqala yokwenzakala.
Ukuba le-ofisi ifumanise ukuba xa ifumana zonke ezincwadi zibalwe ngentla umqeshi wakho akakayixeli ingozi yakho kule-ofisi kuyakuqhakamishelwana naye ngoku khawuleza . ngamanye amaxesha ukuba kuthe kanti ingozi yingozi kwaye ezincwadi zindenhla zifumanekile le-ofisini ingakwazi ukwamkela ityala elo kwaye ibhatale indleko zakho.
